Ezekiel 20:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova, ndakuningenisa emhlabeni wakwa‐Sirayeli, elizweni endapakamisa isandla sam, ukuba ndiya kunika lona koyihlo benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nazi ukuba ndinguYehova, ekuniseni kwam emhlabeni wakwaSirayeli, ezweni endasiphakamisela isandla sam sokuba ndilinike ooyihlo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kwazi ukuba ndinguYehova ekuniziseni kwam kwilizwe lakwaSirayeli, kwilizwe endaphakamisa isandla sam ukuba ndilinike ookhokho benu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kundazi ukuba ndinguNdikhoyo xa ndiningenisa elizweni lakwaSirayeli, ilizwe endafunga ndamisa isibhozo ukuba ndiya kulinikezela kooyihlo.