Ezekiel 20:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaye uluntu lwonke luya kubona ukuba mna Yehova ndilipembile: aliyi kucinywa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yobona yonke inyama, ukuba mna Yehova ndiwubasile; awuyi kucinywa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye yonke inyama iya kubona ukuba mna, iNkosi, ndiwutshisile; awuyi kucinywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wonke umntu uya kuqonda ukuba ngumlilo ophenjwe ndim Ndikhoyo, kuba awuyi kucima.”