Ezekiel 20:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ndenzayo ngenxa yegama lam, ukuba lingadyojwa emehlweni abaheyideni, ababepakati kwabo, endazazisayo kubo pambi kwamehlo abo, ngokubapumisa elizweni le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koko ndenzayo ngenxa yegama lam; ukuze lingahlanjelwa emehlweni eentlanga, ababephakathi kwazo, endazazisa kubo emehlweni azo, ekubakhupheni kwam ezweni laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koko ndenzayo ngenxa yegama lam, ukuze lingahlanjelwa phambi kweentlanga ababephakathi kwazo, endazazisa kuzo phambi kwamehlo abo, ukuba ndibakhuphe ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ngenxa yegama lam ndenza ngako konke ukuba lingabandakanywa nokungendawo zizizwe abahlala phakathi kwazo nendizityhile phambi kwazo kumaSirayeli xa ndandiwakhupha eJiputa.