Ezekiel 21:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kusenzwa ukulinga; kwoti nina ke ukuba liyadela intonga nayo? ayiyi kubako, itsho inkosi e nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba sekucikidiwe; hi, kothini na ukuba nentonga ecekisayo? Akuyi kuba njalo; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hi ke, ukuba ikrele liyayidela intonga? ayisayi kuba sabakho; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
luyeza lona uvavanyo. Bekutheni ukuze uwudele umsimelelo? Hayi, alusayi kuba nampumelelo, itsho iNgangalala uNdikhoyo.