Ezekiel 21:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwesokunene isandla sake kwobako isilaulelo se‐Yerusaleme, ukubeka izicitelo, ukuvula umlomo ngokubulala, ukupakamisa ilizwi ngokumemeza, ukubeka izicitelo ngakuwo amasango, ukuposela indulana, ukwaka inqaba yokulinda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esandleni sakhe sokunene isihlabo sihlabe iYerusalem, ukuze kumiswe izinto zokutyhomfa, uhlatywe umkhosi wokubulala, kuphakanyiswe izwi lokuduma, kumiswe izinto zokutyhomfa emasangweni, kufunjwe udonga lokungqinga, kwakhiwe iinqaba zokubonisela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esandleni sakhe sokunene uhlabe isihlabo ngeYerusalem, ukuba kumiswe abathetheli, kuvulwe umlomo wokubulala, kuphakanyiswe izwi lokuhlaba umkhosi, kumiswe imiqadi emasangweni, kwakhiwe iintaba, kwakhiwe inqaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iqashiso lesandla sasekunene liya kumalathisa eJerusalem, apho aya kumisa khona izigodo zokudiliza, ayalele ukuba ikrele malidle emntwini, ahlabe umkhosi wokudiliza amasango ngezigodo zakhe, akhe izikanisi ezayame iindonga zokunqabisa, asirhangqe isixeko.