Ezekiel 21:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sasiya kuba njengesilaulo esingendawo kubo emehlweni abo, abafungileyo ngezifungo kubo; kodwa uya kukumbula inkohlakalo, ukuba babanjwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Soba njengesihlabo esikhohlakeleyo kubo emehlweni abo, bafungelwe izifungo bona; ke yena wokhumbuza ubugwenxa, ukuze baxhakamfulwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubo ibe njengesihlabo esikhohlakeleyo phambi kwamehlo abo, kwabafunge isifungo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umqondiso uya kuba ngathi yimpazamo kwabo baya kuba bephantsi kolawulo lwakhe eJerusalem. Kodwa uya kubakhumbuza ngobutyala babo, abathimbe.