Ezekiel 21:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woba kukudla emlilweni; igazi lako loba pakati kwelizwe; akusayi kukunjulwa; ngokuba mna Yehova nditetile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuba kukudla komlilo; igazi lakho liya kuba phakathi kwelizwe; akuyi kukhunjulwa; kuba mna Yehova ndithethile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuba kukudla komlilo; igazi lakho liya kuba sezweni; akuyi kuba sakhunjulwa, ngokuba mna Yehova ndithethile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kutsha njengeenkuni emlilweni; igazi lakho liya kuphalala kwelakowenu. Uya kulityalwa ukuba wakha wakho. Kaloku ndithethile mna Ndikhoyo.”