Ezekiel 21:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
luze uluntu lwonke lwazi ukuba mna Yehova ndilir̔olile iṙele lam esinxobeni salo; elingayi kubuya kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yazi yonke inyama, ukuba mna Yehova ndilirholile ikrele lam esingxotyeni salo; alisayi kuba sabuya libuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
yazi yonke inyama, ukuba mna Yehova ndilirholile ikrele lam esingxotyeni salo; aliyi kubuya libuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kuqonda ngoko ke bonke abantu ukuba mna Ndikhoyo ndilikhuphile ikrele lam esingxobeni salo; kwaye alisokube liphinde libuyele.