Ezekiel 21:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe, nyana woluntu! gula; ngokwapuka kwesinqe nangobuṙaṙa uya kugula pambi kwamehlo abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, nyana womntu, ncwina; uqhekeke amanqe, uncwine nangobukrakra, emehlweni abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyana womntu, uyancwina, ngokuba zaphukile izinqe; bancwine ngeentlungu phambi kwamehlo abo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngako oko, mntundini, yenza incwina! Yenze phambi kwabo incwina yentliziyo eyaphukileyo nokudandatheka okukhulu.