Ezekiel 22:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuzé boyise babutyilile kuwe; onco̔lileyo ngomzi bamtobisile kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubuze booyise butyhilelwe kuwe; oyinqambi ngokuba nomzi bamdlwengulela kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zifumene kuwe ihlazo looyise; babathobile ngawe abangcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho kuwe kuhlala amadoda alala nabafazi booyise, alala nabafazi abasexesheni, benomlaza ke ngoko.