Ezekiel 22:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abahlebi bebeko kuwe, ukuze bapalaze igazi; napezu kwentaba badlile kuwe; ubutshinitshini babenzile pakati kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadoda anentlebendwane abekuwe, ukuze aphalaze igazi;adlela ezintabeni kuwe, enza amanyala esazulwini sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phakathi kwenu kukho abahlekayo ukuphalazwa kwegazi; adle phezu kwakho ezintabeni; bayakuhlazisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho kuwe kunyakazela amadoda anolwimi, azimisele ukuphalaza igazi; apho kuwe kuhlala abantu abadla kwizibingelelo zasezintabeni, benze neentlondi.