Ezekiel 23:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati udade wake u‐Aholiba, akubona oku, wonakalisa ukukanuka kwake ngapezu kwake, nemibulo yake ngapezu kwemibulo yodade wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakubona oko umsakwabo, uNtente-yam-kuye, waba mandundu kunaye ukutshiseka kwakhe kukukhanuka, kwaba mandundu ukuhenyuza kwakhe kunokuhenyuza kodade wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabona uNtente-yakhe, u-Aholibha, ukuba uthando lwakhe lungcolile kunaye, nobuhenyu bakhe bungaphezu kobuhenyu bomninawa wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Udade wabo uOholibha wakubona konke oku, kodwa wagabadela kunodade wabo ngobufebe nobuhenyukazi.