Ezekiel 23:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebekanukela izitandwa zawo, ezinyama i njenge nyama yamaqwaṙashe, nezigqita li njeng egqita lamahashe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Watshiseka kukuwakhanuka amakrexe akhe, anyama ziziinyama zamaesile, amakhanuko awo angamakhanuko amahashe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba ebakhumbula abo babathandayo, abanyama yabo injengenyama yamahashe, nabangumthonyama ngathi ngumsinga wamahashe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayefeba nezithandwa zakhe ezibudoda bufana nobedonki nezimchamela okwehashe.