Ezekiel 23:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kuzaliswa kukunxila nosizi; yindebe yentshabalalo nengcitakalo, indebe yodade wako i‐Samariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuzala kukunxila nasisingqala; yindebe yakwankangala kankangala indebe yodade wenu uSamari.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuzala kukunxila nakukubandezeleka, yindebe yembandezelo neyokwaphula kwindebe yomzalwana wakho uSamari.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kunxila kube lusizi yindebe yokuphalala nembubho, indebe yodade wenu uSamariya.