Ezekiel 23:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako, batumela amadoda avela kwa kude, ekwatunywa kuwo isigidimi; ewe, bona ke, eza; owabusiti ngenxa yawo, wazihlamba, waqaba amehlo ako, wazihomba ngezihombo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phezu koko bathumele kumadoda avela kude, kwathunyelwa kuwo umthunywa; yabona, afika; wona lawo wazihlambayo umzimba ngenxa yawo, waziqaba amehlo ngomsizi, wavathela wona izivatho zakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathuma amadoda akude, kwathunyelwa kuwo umthunywa; yabona, ziyeza; lowo uzihlambisileyo, wawagquma amehlo akho, wahomba izivatho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Bade bathumela izigidimi emadodeni, afika evela kude, aza athi akufika nahlamba umzimba, nisenzela wona, naqaba amehlo, nafaka izihombo zenu.