Ezekiel 23:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba isitsho inkosi e nguyehova ukuti: Ndiya kunyusa ngakubo umhlambi, ndibanikele ukuzanyazanyiswa nokupangwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ndiya kubanyusela ibandla, ndibanikele ekunqakulweni nasekuphangweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kubangela ukuba isihlwele sibahlasele ndize ndisinikele ukuba sisisuse sibatshabalalise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: “Babizele imbizo barhwaqeliswe baphangwe.