Ezekiel 23:48 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kupelisa ubutshinitshini elizweni, ukuze bafundiswe bonke abafazi ukuba bangenzi njengobutshinitshini benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiwaphelise amanyala ezweni, bathethiseke abafazi bonke, bangenzi ngokwamanyala enu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ndiza kuluphelisa igama elibi ehlabathini, ukuze bonke abafazi bafundiswe ukuba bangenzi ngokwezithuko zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndiya kwenjenjalo ukuphelisa ubufebe kweli lizwe, khon' ukuze bonke abafazi balulekwe, bangahambi ekhondweni lenu.