Ezekiel 23:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayeku̔pa imibulo yake pezu kwabo, bonke bengonyana abadlulisileyo base‐Asiriya; nangabo bonke wabakanukelayo, ngazo zonke izitixwana zabo wazinco̔lisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakubhekisela kubo ukuhenyuza kwakhe, koonyana baseAsiriya abaluluhle bonke bephela; wathi abo bonke abetshiseka kukubakhanuka, wazenza inqambi ngezigodo zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko wahenyuza kubo, nabo bonke abanyuliweyo baseAsiriya, nabo bonke awayebanqwenela; wazenza inqambi ngezigodo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waba lihenyukazi lazo zonke izinxiba-mxhaka zaseAsiriya, wazenyelisa ngezithixo zabo bonke awayebabawela.