Ezekiel 24:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izidinisile ngenkatazo, kodwa umhlwa wayo omninzi awupumanga kuyo; maube semlilweni umhlwa wayo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izidinisile ngemigushanxa; awuphumi kuyo umhlwa wayo omninzi; mawube semlilweni umhlwa wayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wadinwa kukuthetha ubuxoki, nomsindo wakhe omkhulu awuzange uphume kuye; ilindle lakhe liya kuba semlilweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ayiva ukuhlala kwayo; intshela yayo ayisuki naxa seyifakwa umlilo.