Ezekiel 24:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula abantu bati kum: Akuyi kusixelela na ziyinto nina kuti ezi zinto, ukuba wena wenje njalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi abantu kum, Akusixeleli na, ukuba ezi zintozithini na kuthi, ukuba wenjenje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi abantu kum, Akuthandi na ukusixelela, ukuba ezi zinto zithini na kuthi, wakuba wenjenjalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza abantu bandibuza bathi: “Khawusixelele, thina singena phi apha?”