Ezekiel 24:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kwenza njengokuba ndenzile mna; imbovu zenu aniyi kuzigubungela, nesonka sabantu aniyi kusidla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niya kwenza ke njengoko ndenze ngako: iindevu eziphezu komlomo aniyi kuzigqubuthela, ningasidli isonka sabantu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kwenza njengoko ndenzayo: Musani ukuwuvala umlomo wenu, nidle isonka sabantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuxelisa mna: aniyi kuzigquma iindevu zenu, ningayi kukutya nokutya kwabazili njengesiqhelo.