Ezekiel 24:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba igazi laso lipakati kwaso; pezu kweliwa elitshileyo silibekile; asiligalelanga pezu kwomhlaba, ukuba siliselele ngotuli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba igazi lawo liphakathi kwawo; ulibeke engxondorheni ebalelelwe lilanga; awuliphalazanga emhlabeni, ukuba liselelwe luthuli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba igazi lakhe likuso; yibeke phezu kwelitye; akasiphosa phantsi, ukuba asigubungele ngothuli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba igazi awaliphalazayo liyakhala. Kaloku waliphalazela etyeni, akaliphalazelanga emhlabeni apho beliya kutshona eluthulini.