Ezekiel 26:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yoba yindawo yokwanekwa kweminata pakati kwolwandle; ngokuba mna nditetile, itsho inkosi e nguyehova; yoba lixoba ezintlangeni kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iya kuba yindawo yokwanekela iminatha phakathi kolwandle;ngokuba ndithethile, itsho iNkosi uYehova; ibe lixhoba leentlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iya kuba yindawo yokwaneka iminatha phakathi elwandle, ngenxa yokuba nditshilo, itsho iNkosi enguMongami uYehova, ibe iya kuba lixhoba ezintlangeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ibe yindawo yeminatha yabalobi beentlanzi. Kaloku ndithethile mna, itsho iNkosi uNdikhoyo. Iya kuba lixhoba lezizwe,