Ezekiel 28:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuyikerubime etanjisiweyo egubungelayo; ndakumisa njalo; ubuko entabeni eyingcwele katixo; pakati kwamatye omlilo ubuhambahamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye uyikerubhi ethanjisiweyo, egqubuthelayo; ndakwenza ke, waba sentabeni engcwele kaThixo, wahambahamba phakathi kwamatye anomlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena uyikerubhi ethanjisiweyo, engumkhuseli; Ndanibeka ngolu hlobo: usentabeni engcwele kaThixo; wawuhamba usihla phakathi kwamatye anomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathanjiswa *okwesithunywa esimaphiko esilondolozayo, kuba ndakumisela njalo. Ubuhleli entabeni eyodwa kaThixo; ubuhamba-hamba phakathi kwamatye abomvu ngumlilo.