Ezekiel 28:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abakwaziyo pakati kwezizwe bokutela nqa; woba sisituso, ude ungabiko kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abakwaziyo ezizweni baya kumangaliswa nguwe, usuke ube sisikhwankqiso, ungabuyi ubekho naphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abakwaziyo phakathi kweentlanga baya kumangaliswa nguwe; uya kuba yinto eyoyikekayo, ungabi sabakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke izizwe ebezikwazi zikhwankqisiwe nguwe. Usuke wasisoyikiso; kaloku awusoze uphinde uvuke.”