Ezekiel 28:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uti: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Bona ke, ndingakuwe, Tsidone! ndandiya kubekwa pakati kwako; baye beya kwazi okokuba mna ndi nguyehova, nxa ndiyenza kuyo imigwebo, na nxa ndingcwaliswa kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithi, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Uyabona, ndikuchasile, Tsidon; ndiya kuzizukisa phakathi kwakho; bazi ukuba ndinguYehova, ekwenzeni kwam izigwebo kuyo, ndizingcwalisele kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Itsho iNkosi uYehova; Khangela, ndinengxaki nawe, Sidon! yaye ndiya kuzukiswa phakathi kwenu, bazi ukuba ndinguYehova xa ndisifeza isohlwayo sakhe ndize ndingcwaliswe kuso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uthi: Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: “Ndiyalwa nawe, Sidon. Udumo lwam ndolubonakalisa ngawe. Abantu baya kwazi ukuba ndinguNdikhoyo xa ndiyohlwaya iSidon, ndibonisa ubungcwele bam ngayo.