Ezekiel 29:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubuyisa ukutinjwa kwama‐Jipete, ndiwabuyisele elizweni le‐Patrose, elizweni lokuzalwa kwawo; aeya kubako kona ebubukumkani obutobekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndibuyise ukuthinjwa kweYiputa, ndiwabuyise elizweni lasePatrosi, ezweni lokuvela kwawo, abe sisikumkani esiphantsi khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubabuyisa abathinjiweyo eYiputa, ndibabuyisele ezweni lasePatrose, ezweni lokuhlala kwabo; kwaye baya kuba norhulumente omncinci apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuwaphuthuma ekuthinjweni, ndiwabuyisele ePatro, ilizwe lookhokho bawo. Apho aya kuba sisizwana nje.