Ezekiel 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nxa umyala olungileyo, ukuba makangoni olungileyo, ati yena angoni, uya kudla ubomi ngenyaniso, ngokuba wayaleka; nawe uhlangule umpefumlo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, xa uthe walivuselela ilungisa, ukuba lingoni ilungisa, alona ke: lophila ngokuba livuselelwe, ke wena uwuhlangule umphefumlo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ke, xa uthe walivuselela ilungisa, ukuba lingoni, alona ke: lophila ngokuba livuselelwe; kwaye uwuhlangule umphefumlo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukuba uthe wamlumkisa umfo olilungisa ngesono asenzayo, waza wakuva, ngokwenene úya kudla ubomi, nawe ke usinde.”