Ezekiel 3:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula umoya wangena kum, wandimisa pezu kwenyawo zam, wateta nam, wati kum: Yiya, uzivalele pakati kwendlu yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwafika uMoya kum, wandimisa ngeenyawo zam, wathetha nam, wathi, Yiya uzivalele endlwini yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangena uMoya kum, wandimisa, wathetha nam, wathi, Hamba uye kuzivalela endlwini yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangena kum uMoya, wandimisa ngeenyawo. Wathetha nam wathi: “Hamba uye kuzivalela endlwini yakho.