Ezekiel 3:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wena, nyana woluntu! bona ke, bokufaka intambo, bakunxibe ngazo, ukuba ungapumeli pakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, nyana womntu, yabona, baya kukufaka izintya, bakubophe ngazo, ukuze ungaphumi uye phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ke, nyana womntu, yabona, baya kukunika imixokelelwane, bakubophe ngayo, ungaphumi phantsi kwayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena, mntundini, baza kukubophelela ngeentsontelo, khon' ukuze ungabi nako ukuya kubo.