Ezekiel 3:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kungekubo abantu abakuteta kungumgushanxa nabanteto inzima utunyiweyo, kukuyo indlu ka‐Sirayeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akuthunyelwa kubantu abantetho inzulu, abalulwimi lunzima; uthunyelwa kwindlu kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba anithunyelwanga kubantu abalulwimi lunzima, nabalulwimi lunzima, nithunyelwe kwindlu kaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andikuthumi kubantu abantetho ingavakaliyo nabalwimi lunzima ukululandela, kodwa ndikuthuma kwindlu kaSirayeli.