Ezekiel 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengedamante enokanda pezu kwelitye elilukuni, ndilenzile ibunzi lako: ungaboyiki, ungetuswa nangobuso babo; ngokuba beyindlu enenkani bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndilenza libe njengedayiman, elukhuni ngaphezu kweqhwitha, ibunzi lakho. Uze ungaboyiki, ungaqhiphuki umbilini phambi kwabo; ngokuba bayindlu eneenkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndilenza laba lukhuni ngaphezu kwelitye ibunzi lakho; musa ukuboyika, ungaqhiphuki umbilini ngamehlo abo, nokuba yindlu ezele lukreqo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ndiza kukwenza ube lukhuni njengelona litye lilukhuni; ube lukhuni ngaphezu kwelitye lenyengane. Musa ukoyika, ungòthuswa zizoyikiso zabo; kaloku bayindlu yabavukeli.”