Ezekiel 30:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amadodana ase‐Avene nawase‐Pi‐besete aya kuwa ngeṙele: n ezixeko ezi zoya ekutinjweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadodana aseAven nasePibhesete aya kuwa likrele, yona ke loo mizi ithinjwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadodana aseAfene nasePibheshete aya kuwa likrele, yona ke loo mizi ithinjwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kutyakatywa ngekrele abafana baseOn nabasePibhesete; ziya kuthinjwa zona izixeko.