Ezekiel 30:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nase‐Tahapanesi imini iya kwenziwa mnyama, nxa ndizapula kona iyokwe ze‐Jipete; kanjalo ir̔atshi lamandla ayo liya kupela kuyo; yona ilifu liya kuyisibekelela, nentombi zayo zoya ekutinjweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ETapanesi iya kuba mnyama imini, ekuzaphuleni kwam khona iidyokhwe zaseYiputa, liphele kuyo iqhayiya lamandla ayo. Amafu aya kuyisibekela, namagxamesi ayo athinjwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imini iya kuba mnyama eTehafene, ekuzaphuleni kwam idyokhwe yaseYiputa; nokukhanya kwamandla akhe kuya kuphela kuye, ilifu liya kumgubungela, iintombi zakhe zisiwe ekuthinjweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koba mnyama emini eTapanesi mhla ndayihlabanisela iJiputa; kumhla atshitsha amandla ayo eqhayiya. Iya kugutyungelwa lilifu, mhla zathinjwa iilali zayo.