Ezekiel 30:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kuzomeleza ingalo zokumkani we‐Babilone, ndilinike iṙele lam esandleni sake; kodwa ingalo zika‐Faro ndozapula, waeya kugula ngokugula kwohlatyiweyo ebusweni bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiya kuzomeleza ke iingalo zokumkani waseBhabheli, ndibeke ikrele lam esandleni sakhe, ndizaphule iingalo zikaFaro, ancwine phambi kwakhe ngoncwino longxwelerhiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuzomeleza izandla zokumkani waseBhabheli, ndibeke ikrele lam esandleni sakhe; kodwa ndiya kuzaphula izandla zikaFaro, aze ancwine phambi kwakhe ngokugcuma komntu owenzakeleyo ofayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kuzomeleza iingalo zokumkani waseBhabheli, ndimxhobise ngekrele lam, kodwa ndiza kuzaphula iingalo zikakumkani waseJiputa, atsho ancwine okomntu ohlatyaniselweyo ephambi kwakhe.