Ezekiel 32:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sisililo esi abaya kulila ngaso; intombi zezizwe ziya kulila ngaso; pezu kwe‐Jipete, napezu kwaso sonke isihlwele sayo, ziya kulila ngaso, itsho inkosi e nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Siso esi isimbonono; siya kuvunywa ngokwesimbonono;iintombi zeentlanga ziya kuyivuma ngokwesimbonono; ngeYiputa nangengxokolo yayo yonke, ziya kuyivuma ngokwesimbonono; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siso esi isikhalo abaya kumkhalela ngaso: Iintombi zeentlanga ziya kumkhalela; baya kuyimbambazelela iYiputa nengxokolo yayo yonke; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Esi sililo siya kwenzelwa yona. Siya kwenziwa ziintombi zezizwe, sisenzelwa iJiputa nezihlwele zayo, itsho iNgangalala uNdikhoyo.”