Ezekiel 32:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko kona i‐Asiriya nawo wonke umhlambi wayo; amancw̔aba ake ayamngqonga; bonke behlatyiwe, bewile ngeṙele:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukhona uAsiriya nebandla lakhe lonke; ngeenxa zonke kuye ngamangcwaba abo, bonke bephela bebulewe, bewe likrele;abamangcwaba abo enziwe emhadini phakathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukhona uAsiriya nengxokolo yakhe yonke; Angaphakathi kuye amangcwaba akhe; mabawe likrele bonke ababuleweyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ilapho iAsiriya kunye nomkhosi wayo wonke; urhangqwe ngamangcwaba abantu bayo bonke ababuleweyo, bebulawa ngekrele.