Ezekiel 32:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe uya kwapulwa pakati kwabangalukileyo, ulale ndawonye nabahlatyiweyo ngeṙele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nawe ke uya kwaphulwa phakathi kwabangalukileyo, ulale nababuleweyo ngekrele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, uya kwaphulwa phakathi kwabangalukanga, yaye uya kudibana nababuleweyo ngekrele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nawe nkqu, kumkani waseJiputa, uza kunqanyulwa ungcwatywe nabangalukanga, ababulewe ngekrele.