Ezekiel 32:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako ndiya kugubungela izulu ekucinyweni kwako, nenkwenkwezi zalo ndozenza mnyama; ilanga ndoligubungela ngelifu, nenyanga ayiyi kukanyisa ukukanya kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kulisibekelisa izulu ekukucimeni kwam, ndizambathise iinkwenkwezi zalo ngezimnyama zokuzila. Ndiya kulisibekela ilanga ngamafu, nenyanga ingakhanyisi ngokukhanya kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kulisibekela izulu ekunikhupheni kwam, nizenze mnyama iinkwenkwezi zaso; ndiya kulisibekela ilanga ngamafu, nenyanga ingakhanyisi ngokukhanya kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ndikucima igama, ndiya kuligquma izulu, ndizigubungele iinkwenkwezi. Ilanga ndiya kulisitha ngelifu; inyanga ayisayi kukhanya.