Ezekiel 33:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni okohlakeleyo aguquka ekukohlakaleni kwake, enze okufanelekileyo nokulungileyo, ngako oku yena uya kubudla ubomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akubuya ongendawo kokungendawo kwakhe, enze ngokusesikweni nangobulungisa, inene, wophila ngenxa yoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba ongendawo uyabuya kubungendawo bakhe, enze ubulungisa nobulungisa, uya kuphila ngabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ukuba umntu okhohlakeleyo uthe wazikhwebula enkohlakalweni, wenza okulungileyo, uya kudla ubomi ngenxa yoko.