Ezekiel 33:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe, bona ke, unjengengoma yabatandi kubo, olizwi limnandi, nolungisa ukubeta isiculiso; ngokuba besiva amazwi ako, kodwa abawenzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, kubo unjengovuma ingoma emnandi, ozwi liyolileyo, olungisayo ukubetha uhadi; baweve amazwi akho, bangawenzi noko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, kubo ufana nengoma emnandi kakhulu, ozwi limyoli, okwaziyo ukukubetha uhadi; ngokuba bawevile amazwi akho, abaweva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Enyanisweni wena kubo unjengomntu ocula iingoma zothando ngelizwi elimyoli, nodlala isikhalisi kamnandi, kuba bayaweva amazwi akho, kodwa abenzi lutho ngawo.