Ezekiel 33:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
andule eve ovayo intlokoma yexilongo, kanti akayaleki; ukuba liyeza iṙele, limsuse, igazi lake loba pezu kweyake intloko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke umntu othe waliva izwi lesigodlo, akavuswa, lafika ikrele elo, lamthabatha: loba sentlokweni yakhe igazi lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bonke abathe baliva isandi sesigodlo, akalumkisa; ukuba lithe lafika ikrele, lamthabatha, igazi lakhe loba phezu kwentloko yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ke othe waliva ixilongo kodwa akahoya, laza lafika lona ikrele lamtyakatya wafa, ityala lelakhe.