Ezekiel 33:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intlokoma yexilongo wabeyiva, kanti wabengayaleki; igazi lake loba pezu kwake: kodwa lowo uyalekayo wowusindisa umpefumlo wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izwi lesigodlo ulivile, akavuswa, igazi lakhe loba phezu kwakhe; evusiwe, ange ewusizile umphefumlo wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasiva isandi sesigodlo, akalumkisa; igazi lakhe malibe phezu kwakhe. Kodwa lowo umlumkisayo uya kuwusindisa umphefumlo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ulivile ixilongo, kodwa akahoya; ngoko ke ityala lokufa kwakhe lelakhe. Ukuba ebehoyile ngesindile ekufeni.