Ezekiel 33:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nxa umyala okohlakeleyo ngendlela yake ukuba aguquke kuyo, kanti akaguquki endleleni yake; uya kufa yena etyaleni lake, nawe uhlangule umpefumlo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo endleleni yakhe, ukuba abuye kuyo, akabuya endleleni yakhe: wofa yena ngobugwenxa bakhe, ke wena uwuhlangule umphefumlo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo ngendlela yakhe, ukuba emke kuyo; ukuba uthe akabuya endleleni yakhe, wofa ngobugwenxa bakhe; kodwa uwuhlangule umphefumlo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukuba umntu okhahlakeleyo umnqandile kubugwenxa bakhe, waza akakuva, uya kufa ngenxa yesono sakhe, kodwa wena uya kuba ubuhlangule ekufeni ubomi bakho.