Ezekiel 34:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako ndiya kusindisa igusha zam, zize zingabi selixoba; ndandiya kugweba pakati kwenkomo ezincinane nenkomo ezincinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndowusindisa umhlambi wam, ungabi saba lixhoba, ndigwebe phakathi kweegusha neegusha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuwusindisa umhlambi wam, ungabi saba lixhoba; ndiya kugweba phakathi kweenkomo neemazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko ndiya kuwuhlangula umhlambi wam, ukuze ungabuye ube lixhoba. Ndiya kwahlula phakathi kwegusha nenye.