Ezekiel 34:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kumisa pezu kwazo umalusi emnye, oya kuzidlisa, isicaka sam u‐Davide; yena wozidlisa, kanjalo yena woba ngumalusi wazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndomisa phezu kwawo umalusi abe mnye, awaluse, umkhonzi wam uDavide; yena uya kuwalusa, abe ngumalusi wawo yena;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumisa phezu kwawo umalusi abe mnye, awaluse, umkhonzi wam uDavide; Uya kuwalusa, abe ngumalusi wawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuzimisela umalusi omnye, isicaka sam uDavide, oya kuzalusa kakuhle.