Ezekiel 34:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ziya kukwazi okokuba mna Yehova, utixo wazo, ndinazo, nokuba zona zingabantu bam, indlu ka‐Sirayeli, itsho inkosi e nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kwazi ukuba mna Yehova Thixo wabo ndinabo, bangabantu bam bona, indlu kaSirayeli; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kwazi ukuba mna Yehova Thixo wabo ndinabo, bangabantu bam bona, indlu kaSirayeli; itsho iNkosi uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kutsho baqonde ukuba mna Ndikhoyo Thixo wabo, ndingakubo, baqonde ukuba nabo ndlu kaSirayeli bangabantu bam, itsho iNkosi uNdikhoyo.