Ezekiel 34:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaba lusali, ngokuba engeko umalusi; zaba kukutya kuwo onke amaṙamncwa asendle kanjalo, zakuba lusali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zaba lusali ngokungabi namalusi; zaba kukudla kwamarhamncwa onke asendle, zaba lusali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zaba lusali ngokuswela umalusi, zaba kukudla kwamarhamncwa onke elizwe, zaba lusali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko zithe saa, kuba zingenaye umalusi, zaba ke njalo zilixhoba lamarhamncwa.