Ezekiel 35:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba ubuvuyela ilifa lendlu ka‐Sirayeli ngenxa yokuba licitakele, ndiya kwenje njalo kuwe: woba yingcitakalo, ntaba yakwa‐Sehire! nayo yonke i‐Edome, yona yonke; babeya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko walivuyelayo ilifa lendlu kaSirayeli, ngenxa yokuba bekusenkangala kulo, ndiya kwenjenjalo kuwe; kuya kuba senkangala kuwe, ntaba yakwaSehire, nelakwaEdom lonke liphela;bazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko walidlayo ilifa lendlu kaSirayeli, ngenxa yokuba ibiyintlango, ndiya kwenjenjalo kuwe; uya kuba yintlango, ntaba yakwaSehire, nelakwaEdom lonke liphela; zazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokuba wena wazala luvuyo mhla litshabalala ilifa lendlu kaSirayeli, nawe ndiza kukuvisa loo nto. Uza kutshabalala, ntaba yaseSeyire, wena ne-Edom iphela. Niya kutsho niqonde ukuba ndinguNdikhoyo.”