Ezekiel 35:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izixeko zako ndozenza amanxuwa, nawe woba yingcitakalo; wauya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imizi yakho ndiya kuyenza amanxuwa, ube senkangala; wazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiza kuzenza izixeko zakho zibe yinkangala, yaye ngokuqinisekileyo uya kuba yintlango; nazi ukuba ndinguYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuzidiliza izixeko zakho, kutsho kube senxuweni. Uya kuqonda ke ukuba ndinguNdikhoyo.